UHEZEKILE 39

1 “Mntundini, mkhalimele uGogi, uthi: Itsho iNkosi uNdikhoyo ukuthi: Ndiyalwa nawe, Gogi, nkosi enkulu yaseMesheki naseTubhali. 2 Ndiza kukujika ndikurhuqe. Ndiza kukulanda kwelikude emantla, ndikuse ezintabeni zakwaSirayeli. 3 Isaphetha sakho…

UHEZEKILE 40

Umbono wokusiwa eJerusalem 1 Ngonyaka wamashumi amabini anesihlanu wokuthinjwa kwethu, kanye ekuqalekeni konyaka, ngomhla weshumi enyangeni, kunyaka weshumi elinane emva kokoyiswa kweJerusalem, ngaloo mini kanye ndasiva isandla *sikaNdikhoyo, wandithatha wandisa…

UHEZEKILE 41

1 Le ndoda yandisa kwigumbi lesibingelelo esingaphandle, yaza yenza umlinganiso wamacala aso. Ububanzi bawo babuziimitha ezintathu icala ngalinye. 2 Ububanzi ekungeneni babuziimitha ezintlanu, zona iindonga ezimi macala ziziimitha ezimbini ezinesiqingatha…

UHEZEKILE 42

Amagumbi ababingeleli 1 Le ndoda yaya nam kwicala elingentla, sangena kwintendelezo yokuqala, yandisa kumagumbi ajongene nentendelezo yendlu kaThixo angqalene nodonga lwangaphandle emantla. 2 Indlu emnyango ujonge emantla yayinobude obungamashumi amahlanu…

UHEZEKILE 43

UNdikhoyo ubuyela kwindlu yakhe 1 Le ndoda yandisa kwisango elijonge empumalanga, 2 ndaza ndabubona ubuqaqawuli bukaThixo kaSirayeli buvela ngasempumalanga.Ilizwi lakhe langa ngumgqumo womsinga wamanzi, waza umhlaba wakhanya bubuqaqawuli bakhe. 3…

UHEZEKILE 44

Inkosi nabaLevi nababingeleli 1 Yaza ke le ndoda yandibuyisela kwisango elingaphandle lesibingelelo, eli lijonge empumalanga; lalivaliwe. 2 Wathi *uNdikhoyo kum: “Eli sango malihlale livaliwe. Lize lingavulwa; kungangeni mntu ngalo. Liza…

UHEZEKILE 45

Ukwahlulwa-hlulwa komhlaba 1 “Xa nisaba umhlaba olilifa niya kunikela *kuNdikhoyo isabelo somhlaba oyindawo yakhe eyodwa ube ziikhilomitha ezilishumi elinambini elinesiqingatha ubude neekhilomitha ezilishumi ububanzi; wonke ke lo mhlaba uya kuba…

UHEZEKILE 46

1 “Itsho iNgangalala uNdikhoyo ukuthi: ‘Isango lentendelezo ephakathi elijonge empumalanga kufuneka livalwe mba ngazo zonke iintsuku ezintandathu zomsebenzi, luze luvulwe *ngoMhla wokuPhumla nangoMhla wokuThwasa kweNyanga. 2 Inkosi iya kungena ngevaranda…

UHEZEKILE 47

Umsinga ophuma endlwini kaThixo 1 Yaza indoda yabuya nam, saya ekungeneni kwendlu kaThixo, ndabona amanzi empompoza phantsi komgubasi wendlu kaThixo,esiya ngasempumalanga. (Kaloku indlu kaThixo yayijonge empumalanga.) Amanzi ayesihla ephuma ngaphantsi…

UHEZEKILE 48

Ukwabiwa komhlaba 1 “Nazi izizwe zidweliswe ngamagama azo: Kumda osemantla kuya kwahlulelwa uDan isabelo sibe sinye. Umhlaba wakhe uya kwayama indlela esuka eHetelon iye kwinkalo yeHamati. IHazare-enon nomda osemantla eDamasko…