UDANIYELI 11

1 Ngonyaka wokuqala wokulawula kukaDariyo umMedi ndenza isigqibo sokuba ndimxhase, ndimkhusele.” Ukumkani wangezantsi nowangentla 2 “Olu daba ndikwazisa lona luyinyaniso. Uyabona, ePeshiya kuseza abanye ookumkani abathathu. Ke yena owesine uya…

UDANIYELI 12

Ukusongwa kwamaxesha 1 Isithunywa eso ke saqhuba sathi: “Ngelo thuba ke ingqwayi-ngqwayi yezithunywauMikayeli,lo ungumalusi wamawenu, uya kuvela. Ke kaloku kuya kuthwasa ithuba leenkxwaleko, kunyembeleke ngendlela engazange yabakho ezimbalini zobukho bezizwe.Ngelo…

UHOSIYA 1

Isingeniso 1 Nali ilizwi *likaNdikhoyo elafikela uHosiya unyana kaBheri ngexesha looUziya,uYotam,uAhazi,noHezekiya,ookumkani bakwaJuda, kunye noJerobhowamunyana kaYowashe ukumkani wakwaSirayeli. UHosiya nosapho lwakhe 2 Ekusunguleni kokuthetha *kukaNdikhoyo ngomlomo kaHosiya uNdikhoyo wathi kuye: “Hamba…

UHOSIYA 2

1 Nize nithi kubanakwenu: ‘Bantubam,’ koodade benu nithi: ‘Nonceba.’ ” Ukunganyaniseki kwamaSirayeli 2 “Thethani nonyoko nimmangalele. Kaloku akasemfazi wam; nam ke andindoda yakhe. Yitshoni ahlukane nobuhenyu bakhe, akuyeke ukukrexeza akutsala…

UHOSIYA 3

UHosiya ubuyelana nomfazi wakhe 1 *UNdikhoyo wathi kum: “Phinda umthande umfazi wakho nangona engumkrexezikazi othandana nandoda yimbi, kuba nam ndisamthanda uSirayeli nakubeni ngoku selethabathekile ngabanye oothixo, ethanda amaqebengwana anerasentyisi.” 2…

UHOSIYA 4

UNdikhoyo umangalela uSirayeli 1 Hoyina; hoyina, maSirayeli! Phulaphulani ilizwi *likaNdikhoyo! Kaloku uNdikhoyo unesikhalazo, umangalela abemi beli lizwe: “Akukho tu ukunyaniseka nokuthembeka; akazelwe nto uThixo kweli lizwe. 2 Intw’ ekhoyo kukuqalekisa,…

UHOSIYA 5

USirayeli uyagwetywa 1 “Bekan’ iindlebe nive, babingeleli! Khaniphulaphule, ndlundini kaSirayeli! Qwalaselani niqiqe nani, makomkhulu, kuba kaloku ngoku zidla kuni. Kaloku nibe sisirhintyelo eMizpa, suka nina nangumgibe eTabhore, 2 suka nemba…

UHOSIYA 6

Ukuqaqadeka kukaSirayeli 1 “Yizani kaloku, sibuyele *kuNdikhoyo. Ewe, yena usidlakazile, kodwa usenako ukubuya asinyange. Ngenene yena usenzakalisile, ukanti ke angabuya asibophe. 2 Emva kweentsuku ezimbini wosidlisa ubomi, ngolwesithathu ke asivuse,…

UHOSIYA 7

1 xa ndandifuna ukumnyanga uSirayeli, suka badandalaza ubugwenxa bukaEfrayim, batyhileka ububi beSamariya. Kaloku bahleli ngobuqhophololo. Ngamasela aqhekezayo ebe; basisigqubu sezikrelemnqa esiphanga phandle. 2 Ewe, bona abaqondi tu, kanti izenzo zabo…

UHOSIYA 8

USirayeli ugxekwa ngezithixo 1 “Yitsho ngomtyangampo wesigodlo! Nal’ ixhalanga lirhiwula abantu *bakaNdikhoyo. Kaloku bawaphule umnqophiso wam, suka bawuvukela umthetho wam. 2 Ewe, ngoku uSirayeli uyazibika kum; uyandivuma esithi: ‘Thixo wam…