UHOSIYA 9

Ukugwetywa kukaSirayeli 1 Musa ukonwaba, Sirayeli; ewe, sukuvuya njengezinye izizwe. Kaloku wena umphambile uThixo wakho; wena usuke wamfulathela. Uthe phithi yimali yokuzithengisa kuzo zonke izanda zokubhula. 2 Izanda nezixovulelo aziyi…

UHOSIYA 10

USirayeli uyakhohlisa 1 USirayeli wayenjengomdiliya othe xazalala, ovelisa iziqhamo ngexesha lazo. Kanti ngokwanda kwezo ziqhamo wenjenjalo nokwandisa amaqonga. Ngokwanda kwenkqubela yelizwe wenjenjalo ukuzihombisa neentsika zakhe. 2 Intliziyo yabo iyinkohliso! Ngoku…

UHOSIYA 11

Ukuthandwa kukaSirayeli 1 “USirayeli ndamthanda kwasebuncinaneni bakhe; ndambiza ukuba aphume eJiputa unyana wam. 2 Ndaba ngakhwaza ndimbiza uSirayeli, suka waya ebhekela kum. Baphikela ukunikela *kooBhali; imifanekiso eqingqiweyo bayenzela iziqhumiso. 3…

UHOSIYA 12

1 UEfrayim walusana nomoya; usukelana nolophu lwasempuma; imini yonke wandisa ubuxoki nobubhoja. Yena unqophisana neAsiriya; nango amafutha omnquma ewasa eJiputa. 2 *UNdikhoyo umangalela uJuda; uYakobi womohlwaya ngezono zakhe, ambuyekeze ngezinto…

UHOSIYA 13

Ingqumbo kaThixo ngakuSirayeli 1 Fudula esithi akuthetha uEfrayim abantu bona bangcangcazela; ewe, yena wayehlonelwa kwaSirayeli. Kodwa ke suka wazixabhela; suka wanqula uBhali waphutha. 2 Ngoku wongeza isono phezu kwesono; uzenzela…

UHOSIYA 14

Kubongozwa uSirayeli 1 Khanibuye kaloku, maSirayeli; buyelani *kuNdikhoyo, kuThixo wenu. Kaloku niwile ngenxa yezono zenu. 2 Thathani la mazwi nibuyele kuNdikhoyo, nithethe naye nithi: “Sixolele bonke ubugwenxa bethu, uze wamkele…

UJOWELI 1

Isingeniso 1 Nali ilizwi *likaNdikhoyo elafika kuJoweli unyana kaPetuweli. Uhlaselo lweenkumbi 2 Hoyina, zingwevu zakowethu! Yivani, nonke bemi beli lizwe! Nikhonje nakha nayibona into enje? Khona kwimihla yamanyange yakhe yakho…

UJOWELI 2

Umkhosi weenkumbi 1 Hlokomisan’ ixilongo eZiyon; hlaban’ umkhosi kwintaba yam engcwele. Mabankwantye bonke abemi beli lizwe. Kaloku imini kaNdikhoyo isemnyango; ayifikanga, koko igalelekile. 2 Ngumhla othi thsu, imini yesithokothoko; lusuku…

UJOWELI 3

Ukugwetywa kwezizwe 1 “Ke kaloku ngaloo mihla, ngalo kanye elo xesha, ekuyibuyiseleni kwam iJerusalem noJuda kwimeko yayo yangaphambili, 2 ndoziqokelela zonke izizwe, ndizithobele kwintili kaYoshafati, apho ke ndozigweba khona ngenxa…

UAMOS 1

Intshayelelo 1 La ngamazwi ka-Amos, owayengomnye wabafuyi baseTekowa, abhekiselele koko wakubonayo ngokuphathelele kumaSirayeli, ngexesha u-Uziyawayengukumkani kwaJuda, yena uJerobhowamunyana kaJowashe engukumkani kwaSirayeli, iminyaka emibini phambi kwenyikima. 2 Wathetha wenjenje uAmos: “*UNdikhoyo…