UZAKARIYA 10

UThixo uyawabonelela amaJuda 1 Entlakohlaza celan’ imvula *kuNdikhoyo. Nguye umenzi wamafu esiphango. Abantu ubanika izandyondyo zemvula, amadlelo uwatsho avelisele abantu uhlaza. 2 *Imilonde-khaya ithethe inkohliso, izangoma zibone imibono yobuxoki. Nabaphuphayo…

UZAKARIYA 11

1 Khawuvul’ iingcango zakho, Lebhanon, khon’ ukuze umlilo uyilenye loo misedare yakho. 2 Bhomboloza, wena mpayini; kaloku wona umsedare uwile, yatsho yavuthuluka imithi yodidi. Jwedani nihlahlambe, mioki yaseBhashan; kaloku intshinyela…

UZAKARIYA 12

Ibuyambo kwiJerusalem 1 Nalu udaba olundilisekileyo, nditsho ilizwi *likaNdikhoyo elisingisele kumaSirayeli. UNdikhoyo ongumtwabululi wesibhakabhaka, ongumseki wehlabathi, ongumdali wobomi bomntu, uthi: 2 “IJerusalem ndoyenza ibe yindebe ehexisayo kuzo zonke izizwe eziyingqongileyo….

UZAKARIYA 13

Ukuhlanjululwa 1 “Ngaloo mini indlu kaDavide nabemi baseJerusalem bovulelwa umthombo wokuhlambulula isono nokungcola. 2 “Ngaloo mini ndowasusa amagama ezithixo elizweni, angabi sakhunjulwa mpela,” utsho *uNdikhoyo onamandla onke. “Ndiya kubasusa elizweni…

UZAKARIYA 14

UNdikhoyo uya kulawula 1 Ke kaloku iyeza imini *kaNdikhoyo apho amaxhoba athinjwe kuni aya kwabiwa nikhangele. 2 Ndiya kuzihlanganisa izizwe zonke zize kulwa neJerusalem. Isixeko siya kuthinjwa, imizi ikhuthuzwe, abafazi…

UMALAKI 1

Intshayelelo 1 Nalu udaba olundilisekileyo, nditsho ilizwi *likaNdikhoyo kumaSirayeli eleza noMalaki. Ukuthandwa kukaSirayeli 2 *UNdikhoyo uthi: “Ndiyanithanda.” Kodwa nina nithi: “Usithanda njani?” Utsho ke uNdikhoyo ukuthi: “UEsawu asimtakwabo-Yakobi na? Kanti…

UMALAKI 2

Ukukhalinyelwa kwababingeleli 1 “Ngoko ke lo myalelo ubhekiswa kuni, babingelelindini.” 2 *UNdikhoyo onamandla onke uthi: “Ukuba aniphulaphuli nizimisele ngeentliziyo zenu ukulihlonela igama lam, ndiya kunithumela ishwangusha, nentsikelelo yenu ndiyenze ibe…

UMALAKI 3

1 “Uyabona ke, ndiyasithuma isigidimi sam esiza kundigabulela izigcawu.Ke yona iNkosi le niyilindeleyo yosuka ifike ngequbuliso kule ndlu yayo, nditsho uMthunywa woMnqophiso enimlangazelelayo.” Utsho *uNdikhoyo onamandla onke. 2 Yaz’ba ngubani…

UMALAKI 4

1 *UNdikhoyo onamandla onke uthi: “Inene iyeza imini evutha okweziko apho bonke abakhukhumeleyo nabenzi bobubi baya kutsha njengomququ. Ewe, ngaloo mini baya kutsha baphele tu, kungasali sebe nangcambu. 2 Ke…

UMATEWU 1

Umlibo wokuzalwa kukaYesu Krestu 1 Nanku umlibo wokuzalwa kukaYesu Krestu, unyana kaDavide, unyana ka-Abraham. 2 UAbraham wazala uIsake; uIsake wazala uYakobi; uYakobi wazala uJuda nabantakwabo; 3 uJuda wazala uPerezi noZera,…