UMATEWU 12
Imfundiso kaYesu malunga noMhla wokuPhumla 1 Ngelo xesha uYesu wacanda emasimini *ngoMhla wokuPhumla baza bathi abafundi bakhe belambile, bakha izikhwebu zengqolowa, batya. 2 *AbaFarasi, bekubona oko, bathi kuye: “Khangela, abafundi…
Imfundiso kaYesu malunga noMhla wokuPhumla 1 Ngelo xesha uYesu wacanda emasimini *ngoMhla wokuPhumla baza bathi abafundi bakhe belambile, bakha izikhwebu zengqolowa, batya. 2 *AbaFarasi, bekubona oko, bathi kuye: “Khangela, abafundi…
Umzekeliso ngomhlwayeli 1 Kwangaloo mini uYesu waphuma endlwini, waya kuhlala ngaselwandle. Sahlanganisana ngakuye isihlwele, 2 saba sikhulu kangangokuba yena waya kukhwela esikhitshaneni, wahlala kuso. Isihlwele sona sema elunxwemeni. 3 UYesu…
Ukubulawa kukaYohane umbhaptizi 1 Ngelo xesha uHerode, owayephethe, waziva iindaba ezingoYesu, 2 waza wathi kwizicaka zakhe: “Lo nguYohane umbhaptizi. Uvukile kwabafileyo; yiyo le nto anamandla okwenza ezi zinto.” 3 Kaloku…
Isithethe samanyange 1 Kwafika *abaFarasi nabachazi-mthetho kuYesu, bevela eJerusalem, bambuza besithi: 2 “Kutheni abafundi bakho bengasilandeli nje isithethe samanyange, le nto batya isonka ngezandla ezingahlanjwanga?” 3 Wabaphendula wathi: “Nina, kutheni…
AbaFarasi nabaSadusi bafuna umqondiso 1 *AbaFarasi *nabaSadusi beza kuYesu, bathi bemlinga bacela okokuba ababonise umqondiso ophuma ezulwini. 2 Waphendula ke wathi kubo: [“Ukutshona kwelanga nithi: ‘Liya kuba lihle, kuba amafu…
UYesu wenziwa kumila kumbi 1 Emva kweentsuku ezintandathu uYesu wathatha uPetros noYakobi noYohane, banyuka intaba ephakamileyo bebodwa. 2 UYesu wênziwa kumila kumbi phambi kwabo, ubuso bakhe babengezela ngokwelanga, izambatho zakhe…
Oyena mkhulu 1 Ngelo xesha abafundi bakaYesu beza kuye, babuza besithi: “Nguwuphi oyena mkhulu kwabalawulwa nguThixo?” 2 UYesu wabizela umntwana kuye, wammisa phambi kwabo, 3 wathi: “Ndithi kuni, inene, ukuba…
Uqhawulo-mtshato 1 Wathi uYesu akugqiba ukuwathetha la mazwi, wemka eGalili, wafika kwimida yelakwaJuda, phesheya kweJordan. 2 Walandelwa yinkitha yabantu, wabaphilisa. 3 Bafika kuye *abaFarasi, bambuza bemlinga, bathi: “Ngaba kuvumelekile na…
Umzekeliso ngabasebenzi-sidiliyeni 1 “Ukulawula kukaThixo kunokufaniswanomninimzi owaphuma kusasa, waya kuqesha abantu bokusebenza esidiliyeni sakhe. 2 Akuba evumelene nabo ukubanika loo mali baqhele ukuyamkela ngemini, wabathumela ke esidiliyeni sakhe. 3 Emva…
UYesu ungena eJerusalem ekhwele idonki 1 Kwathi bakusondela eJerusalem, befikile eBhetefage ngaseNtabeni yemiNquma, uYesu wathuma ababini kubafundi bakhe, 2 esithi kubo: “Hambani niye kule dolophana nikhangelene nayo. Nothi ke kwangoko…