UMATEWU 22
Umzekeliso ngesidlo esikhulu 1 Waphinda uYesu wathetha nabo ngemizekeliso, esithi: 2 “Ukulawula kukaThixo kunokufaniswanokumkani owamenzela umsitho unyana wakhe. 3 Wazithuma izicaka zakhe ukuba ziye kubabiza abamenyiweyo, beze emsithweni. Kodwa bona…