UMARKO 4

Umzekeliso ngomhlwayeli 1 Kwakhona uYesu wafundisa ngaselwandle. Saza isihlwele esasihlanganisene ngakuye saba sikhulu kangangokude yena aye kukhwela esikhitshaneni, ahlale kuso elwandle. Isihlwele sona sasiselunxwemeni apho. 2 Ke wayebafundisa iindawo ezininzi…

UMARKO 5

Ukuphiliswa komntu waseGerasa oneendimoni 1 Bafika phesheya koLwandle lwaseGalili, kummandla welaseGerasa. 2 Akuba uYesu ephumile esikhitshaneni, wahlangatyezwa ngumntu onendimoni, esuka emangcwabeni, 3 apho wayehlala khona. Ke kwakungekho bani unako ukumbopha…

UMARKO 6

Ukudelwa kukaYesu eNazarete 1 Wemka apho uYesu, wabuyela kowabo, elandelwa ngabafundi bakhe. 2 Uthe ke, kwakuba *nguMhla woPhumlo, wafundisa *endlwini yesikhungo. Kwakukho abantu abaninzi apho, abathe, bakuva, bamangaliswa, besithi: “Lo…

UMARKO 7

Isithethe samanyange 1 *AbaFarasi nabachazi-mthetho abathile bahlanganisana ngakuYesu, bevela eJerusalem, 2 baza babona abathile kubafundi bakhe besitya isonka ngezandla ezinomlaza, ezingahlanjwanga. 3 Kaloku abaFarasi namaJuda onke abatyi bengazihlambanga izandla ngokwesiko,…

UMARKO 8

UYesu wandisa ukutya kwakhona 1 Ngaloo mihla, xa kwakuhlanganisene isihlwele kwakhona, singenanto sinokuyitya, uYesu wababizela kuye abafundi bakhe, wathi kubo: 2 “Ndiyavelana nesi sihlwele, kuba sekuziintsuku ezintathu aba bantu bekunye…

UMARKO 9

1 Wathi kubo: “Ndithi kuni, inene, kukho abathile kwabakhoyo apha abangayi kuze beve kufa, bade bakubone ukuthwasa kolawulo lukaThixo olunobunganga.” UYesu wenziwa kumila kumbi 2 Emva kweentsuku ezintandathu, uYesu uthathe…

UMARKO 10

Uqhawulo-mtshato 1 Emkile apho, uYesu waya kwelakwaJuda naphesheya kweJordan. Kwabuya ke kwahlanganisana izihlwele ngakuye, waza wathi ngokwesiqhelo sakhe wazifundisa. 2 Bafika *abaFarasi, bathi ngokumlinga bambuza ukuba kuvumelekile na ukuba indoda…

UMARKO 11

UYesu ungena eJerusalem ekhwele idonki 1 Ke kaloku, bakusondela eJerusalem, eBhetefage naseBhetani, ngaseNtabeni yemiNquma, uYesu wathuma ababini kubafundi bakhe, 2 esithi kubo: “Hambani niye kule dolophana ikhangelene nani. Nothi ke…

UMARKO 12

Umzekeliso ngesidiliya nabaqeshi baso 1 Waza ke uYesu wathetha nabo ngemizekeliso, esithi: “Umntu othile watyala isidiliya, wasibiyela, wemba isixovulelo seediliya, wakha imboniselo, wasiqeshisa kubalimi, wahambela kwelinye ilizwe. 2 Ngexesha lokuvuthwa…

UMARKO 13

UYesu uthetha ngokudilizwa kwendlu kaThixo 1 Xa ke uYesu wayephuma *endlwini kaThixo, omnye umfundi wakhe wathi kuye: “Mfundisi, uyawabona la matye angaka, nezi zakhiwo zingaka?” 2 Waphendula uYesu wathi kuye:…