UMARKO 14

UYesu uyabhungwa 1 Ke kaloku kwakuziintsuku ezimbini phambi *kwePasika *netheko lezonka ezingenagwele. Ke ababingeleli abaziintloko nabachazi-mthetho babefuna iqhinga lokumbamba uYesu, bambulale. 2 Kodwa babesithi: “Oku makungenziwa ngePasika, hleze kubekho isiphithi-phithi.”…

UMARKO 15

UYesu phambi koPilato 1 Kwakusa ke, ababingeleli abaziintloko benza isigqibo, benamadoda amakhulu nabachazi-mthetho *neBhunga liphela. Bambopha ke uYesu, bemka naye, bamnikela kuPilato. 2 UPilato wambuza esithi: “Unguye na ukumkani wamaJuda?”…

UMARKO 16

Ukuvuka kukaYesu 1 Ekupheleni *koMhla wokuPhumla ooMariya waseMagadala noMariya unina kaYakobi, noSalomi, bathenga iziqholo, ukuze baye kuwuqhola umzimba kaYesu. 2 Bona ke bathi, ukuthi chapha kwelanga, kusekusasa kakhulu ngeCawe, baya…

ULUKA 1

Ingabula-zigcawu 1 Tiyofilo ohloniphekileyo: Ekubeni abaninzi bezame ukulibhala ibali lezo zinto zithe zenzeka phakathi kwethu, 2 bebalisa oko sikuxelelweyo ngâbo bathe kwasekuqalekeni bazibona ngawabo amehlo ezo zinto, baza baba ngabaququzeleli…

ULUKA 2

Ukuzalwa kukaYesu Krestu 1 Kwathi ngaloo mihla kwaphuma ummiselo *kuKhesare Agasto othi lonke elimiweyo malibhalise. 2 Olu bhaliso lokuqala lwabakho uKireniyo eyirhuluneli yaseSiriya. 3 Babesithi ke bonke baye kubhalisa, elowo…

ULUKA 3

Ukushumayela kukaYohane umbhaptizi 1 Ke kaloku ngomnyaka weshumi elinantlanu elawula uTibheriyo *Khesare, inguPontiyo Pilato irhuluneli kwelakwaJuda, inguHerode olawula kwelaseGalili, umntakwabo uFilipu elawula kwelaseJitureya nelaseTrakoniti, inguLisaniyo olawula kwelaseAbhilene, 2 ngemihla yababingeleli…

ULUKA 4

Ukulingwa kukaYesu 1 UYesu wabuya eJordan ezele nguMoya oyiNgcwele, wajikeleza entlango ekhokelwa nguMoya 2 iintsuku ezimashumi mane, elingwa ngumtyholi. Akatyanga nto ngezo ntsuku, waza walamba ekupheleni kwazo. 3 Ke umtyholi…

ULUKA 5

Ukubizwa kwabafundi bokuqala 1 Ke kaloku uYesu xa wayemi ngakuLwandle lwaseGenesarete, izihlwele zimxinile, zisiza kuva ilizwi likaThixo, 2 wabona izikhitshana ezibini ziselunxwemeni. Abalobi babephumile kuzo, behlamba iminatha. 3 Wathi ke,…

ULUKA 6

Imfundiso kaYesu malunga noMhla woPhumlo 1 Kwathi uYesu ecanda emasimini *ngoMhla woPhumlo, abafundi bakhe bakha izikhwebu zengqolowa,bazichuba, batya. 2 Ke abathile *bakubaFarasi bathi kubo: “Kungani na ukuba nenze okungavumelekanga ngoMhla…

ULUKA 7

Ukuphiliswa kwesicaka somphathi-butho 1 Akuba uYesu egqibile ukuwathetha la mazwi ephulaphulwe ngabantu, waya kungena eKapernahum. 2 Ke apho kwakukho mphathi-butho uthile wamajoni osicaka sakhe asithandayo sasigulela ukufa. 3 Uthe ke…