2 YOOKUMKANI 8

Ukubuya komfazi waseShunem 1 Ke kaloku uElisha wayethethe nalaa mfazi wayephilise unyana wakhe,wathi: “Khawuhambe uye kuzifunela indawo yokuhlala noba kuphi na apho ungayizuza khona, ze ukhe uthi chu khona okwexeshana,…

2 YOOKUMKANI 9

Ukuthanjiswa kukaYehu 1 *Umshumayeli uElisha wabiza omnye weqela labashumayeli, wathi kuye: “Finyeza iingubo zakho, uthathe eli qhaga linamafutha omnquma, uye eRamoti yaseGiliyadi. 2 Wakufika khona uze ukhangele uYehu unyana kaYoshafati…

2 YOOKUMKANI 10

Ukubulawa kwendlu ka-Ahabhi 1 Ke kaloku eSamariya kwakukho amashumi asixhenxe oonyana bendlu ka-Ahabhi. Ke uYehu wabhala iileta, wazithumela eSamariya kumaphakathi aseYizereli, nakumadoda amakhulu, nakubagcini babantwana baka-Ahabhi. Zazisithi: 2 “Ngoku ke,…

2 YOOKUMKANI 11

UAtaliya noYowashe 1 UAtaliya unina ka-Ahaziya wathi akubona ukuba unyana wakhe ufile, wasuka wayitshabalalisa yonke indlu yakomkhulu. 2 Ke yena uYoshebha, intombi kakumkani uYehoram, engudade boAhaziya wasuka weba uYowashe unyana…

2 YOOKUMKANI 12

Ukuhlaziywa kwendlu kaThixo 1 Ke kaloku ngonyaka wesixhenxe kaYehu uYowashe waba ngukumkani, waza walawula eJerusalem iminyaka emashumi mane. Unina yayinguZibheya intombi yaseBheshebha. 2 Ngalo lonke ixesha eboniswa ngumbingeleli uJoyada uYowashe…

2 YOOKUMKANI 13

UYowahazi ukumkani wakwaSirayeli 1 Ngonyaka wamashumi amabini anantathu engukumkani uYowashe unyana ka-Ahaziya ukumkani wakwaJuda, uYowahazi unyana kaYehu waba ngukumkani kwaSirayeli eSamariya. Walawula iminyaka elishumi elinesixhenxe. 2 Wênza okubi emehlweni *kaNdikhoyo,…

2 YOOKUMKANI 14

UAmaziya ukumkani wakwaJuda 1 Kwathi ke ngonyaka wesibini wolawulo lukaYehowashe unyana kaYowahazi ukumkani wakwaSirayeli, waqalisa ukulawula kwaJuda uAmaziya unyana kaYowashe. 2 Ukuqala kwakhe ukulawula wayeneminyaka emashumi mabini anantlanu, waza ke…

2 YOOKUMKANI 15

UAzariya ukumkani wakwaJuda 1 Kwathi ngonyaka wamashumi amabini anesixhenxe uJerobhowam engukumkani kwaSirayeli, uAzariyaunyana ka-Amaziya waqalisa ukulawula kwaJuda. 2 Ukungena kwakhe ebukhosini wayeneminyaka elishumi elinesithandathu, walawula eJerusalem iminyaka emashumi mahlanu anambini….

2 YOOKUMKANI 16

UAhazi ukumkani wakwaJuda 1 Ke kaloku kwathi ngonyaka weshumi elinesixhenxe elawula uPeka unyana kaRemaliya kwaSirayeli, uAhazi unyana kaYotam ukumkani wakwaJuda waqalisa ukulawula kwelakwaJuda. 2 UAhazi wayeneminyaka emashumi mabini ukungena kwakhe…

2 YOOKUMKANI 17

UHosheya ukumkani wokugqibela wakwaSirayeli 1 Kwathi ngonyaka weshumi elinambini uAhazi engukumkani wakwaJuda wangena embusweni uHosheya, unyana kaEla, waba ngukumkani kwaSirayeli eSamariya. Walawula iminyaka elithoba. 2 Wênza okubi emehlweni *kaNdikhoyo, kambe…