1 YEZIGANEKO 3

Oonyana bakaDavide 1 Naba oonyana abathandathu bakaDavide abazalelwa eHebron ngokuzana kwabo: uAmnon onina inguAhinowam waseYizereli; uDaniyeli onina inguAbhigeli waseKarmele; 2 uAbhasalom ozalwa nguMahaka, intombi kaTalmayi ukumkani waseGeshuri; uAdoniya ozalwa nguHagiti;…

1 YEZIGANEKO 4

Inzala kaJuda 1 Oonyana bakaJuda nguPerezi noHezeron, noKarmi, noYuri, noShobhali. 2 URaya, unyana kaShobhali, wazala uYahati, uYahati wazala uAhumayi noLahadi. Zizo ezo ke izindlu zamaZora. 3 Oonyana bakaEtam nguYizereli, noIshma,…

1 YEZIGANEKO 5

Inzala kaRubhen 1 Naba oonyana bakaRubhen, amazibulo kaSirayeli.(Ke wahluthwa ubuzibulo bakhe kuba wasixabhela isilili sikayise,baza ubuzibulo bakhe banikwa oonyana bakaJosefu unyana kaSirayeli. Emilibeni yokuzalwa akasabalwa ke ukuba ungowamazibulo. 2 Ke…

1 YEZIGANEKO 6

Inzala yababingeleli abakhulu 1 Oonyana bakaLevi nguGershon, noKohati, noMerari. 2 Oonyana bakaKohati nguAmram, noIzare, noHebron, noUziyeli. 3 Abantwana baka-Amram ngooAron, noMosis, noMiriyam. Oonyana baka-Aron ngooNadabhi, noAbhihu, noElazare, noItamare. 4 UElazare…

1 YEZIGANEKO 7

Inzala kaIsakare 1 UIsakare wayenoonyana abane: uTola, uPuwa, uYashubhi, noShimron. 2 Oonyana bakaTola ngu-Uzi, noRefaya, noJeriyeli, noYamayi, noIbhesam, noSamweli. Babeziinkulu zezindlu zakwaTola. Ngemihla kaDavide amadoda akwaTola anokungena emkhosini ayengamashumi amabini…

1 YEZIGANEKO 8

Inzala kaBhenjamin 1 Naba oonyana abahlanu bakaBhenjamin ngokuzana kwabo: nguBhela owamazibulo, ibe nguAshbhele, uAhara, 2 uNoha, noRafa. 3 Oonyana bakaBhela nguAdare, noGera, noAbhihudi, 4 noAbhishuwa, noNaman, noAhowa, 5 noGera, noShefufan,…

1 YEZIGANEKO 9

Abantu ababuye ekuthinjweni 1 AmaSirayeli onke adweliswa ngokwemilibo yawo encwadini yookumkani bakwaSirayeli. AmaJuda athinjwa, asiwa eBhabheli, ngenxa yokunganyaniseki kwawo. 2 Abokuqala ababuya ekuthinjweni bangena balanda ilifa labo ngamaSirayeli athile, nababingeleli,…

1 YEZIGANEKO 10

Ukufa kukaSawule noonyana bakhe 1 Aqubisana amaFilistiya namaSirayeli, aswantsuliswa amaSirayeli, kwawa inkitha yawo kuloo ntaba iGilibhowa. 2 AmaFilistiya awasukela, athana mbende noSawule kunye noonyana bakhe, aza ababulala bobathathu oonyana bakaSawule,…

1 YEZIGANEKO 11

Ukungena kukaDavide embusweni 1 Ke kaloku onke amaSirayeli ahlanganiselana kuDavide eHebron, athi: “Mhlekazi, siyazalana; sikwaligazi lakho. 2 Phambili phaya, ngokuya uSawule ebesengukumkani, amaSirayeli ayekhokelwa nguwe xa aya emfazweni. *UNdikhoyo uThixo…

1 YEZIGANEKO 12

Abazibandakanye noDavide eZikelage 1 La ngamadoda awaya kuDavide eZikelage, ngokuya wayegxothiwe nguSawule unyana kaKishe. Yayingamanye kumajoni awayesima nawo edabini. 2 Ayexhobe ngeentolo *neenkwitshi, iinto ezidubula ngazo zozibini esokunene nesasekhohlo. Yayingamadoda…