UNEHEMIYA 8
1 bonke abantu baqokelelana ebaleni phambi kweSango laManzi. Baza ke babiza umchazi-mthetho uEzra, bathi makeze nencwadi yomthetho kaMosis, lowo wagunyaziswa *nguNdikhoyo kumaSirayeli. 2 Ngoko ke ngomhla wokuqala kwinyanga yesixhenxe umbingeleli…