UESTERE 5

Isicelo sikaEstere 1 Kuthe ke ngosuku lwesithathu uEstere wavatha ezobukhosi, wangena phakathi enkundleni yasebhotwe, wema phambi kwendlu kakumkani. Ukumkani wayengqendeve esihlalweni sakhe sobukhosi apho kuloo ndlu, ejonge esangweni. 2 Uthe…

UESTERE 6

UModekayi uyawongwa 1 Ke kaloku ngobo busuku ukumkani waphuthelwa, waza ke wathi makuziswe incwadi yeembali zeengcombolo zolawulo lwakhe. Yeziswa ke, yafundwa esiva ukumkani. 2 Apho kuyo ke kwafunyaniswa ukuba uModekayi…

UESTERE 7

Ukuxhonywa kukaHaman 1 Ngoko ke ukumkani kunye noHaman baya ethekweni likakumkanikazi uEstere. 2 Bathe ke besasela iwayini ngolo suku lwesibini, ukumkani waphinda wathi kuEstere: “Khawutsho, sithini na isicelo sakho, kumkanikazi…

UESTERE 8

AmaJuda anikwa ilungelo lokuzikhusela 1 Kwangaloo mini ke ukumkani uAsuwerosi wawunikela kukumkanikazi uEstere umzi kaHaman owayelutshaba lwamaJuda. Ke uModekayi weza kungena kwakumkani, kuba ukumkani wayexelelwe nguEstere indlela abazalana ngayo. 2…

UESTERE 9

Uloyiso lwamaJuda 1 Ke kaloku isihlokomiso somthetho kakumkani sasimiselwe ukuba sifezekiswe ngomhla weshumi elinesithathu kwinyanga yeshumi elinambini uAdare. Ngaloo mini iintshaba zamaJuda zazithembe ukuba ziya kuwabetha ziwavuthulule, kambe ke kwathi…

UESTERE 10

Ubuhandiba bukaModekayi 1 Ke kaloku ukumkani uAsuwerosi wamisela irhafu kulo lonke ilizwe lombuso wakhe, wada wee xhaxhe ngeziqithi zolwandle. 2 Yonke ke imisebenzi yakhe nobungangamsha bakhe, ndawonye nengcombolo epheleleyo ngobuhandiba…

UYOBI 1

Intshayelelo 1 KwelaseUze kwakukho indoda egama linguYobi. Wayengumfo olungileyo engenabala, umfo omhlonelayo uThixo eyithiyile into embi. 2 Wayenoonyana abasixhenxe neentombi ezintathu. 3 Wayefuyile eneegusha ezingamawaka asixhenxe, amawaka amathathu eenkamela, newaka…

UYOBI 2

UYobi uyavavanywa kwakhona 1 Kwakhona kwathi kwakufika usuku lokuba izidwangube zakwaThixo zihlanganisane phambi *koNdikhoyo noSathana wabakho phakathi kwazo ukuze avele phambi koNdikhoyo. 2 UNdikhoyo wathi kuSathana: “Uvela phi wena?” Ke…

UYOBI 3

UYobi uqalekisa umhla awazalwa ngawo 1 Emva koko ke uYobi wathetha wawuqalekisa umhla awazalwa ngawo. 2 Ewe, uYobi uvakele esithi: 3 “Ngamana zange wathwasa umhla endazalwa ngawo; nditsho nobo busuku…

UYOBI 4

UElifazi: Obhangayo ngonetyala 1 Kwesi sithuba ke kuphendule uElifazi waseTeman, wathi: 2 “Ngaba xa umntu enokukuphendula awungekhathazeki kodwa? Phofu ke ibingubani onokuthula nje? 3 Khumbula kaloku ukuba baninzi abantu obaqeqeshileyo,…