UYOBI 5
1 “Danduluka kaloku, ukhale, ubone ukuba ukhona oya kuphendula! He-e-e, uza kubhenela kwesiphi ke ngoku isithunywa? 2 Ngenene izityhakala zizigwinta ngengcwangu yazo; lona ikhwele yimfeketho ephelela ekufeni. 3 Ndakha ndasibona…
1 “Danduluka kaloku, ukhale, ubone ukuba ukhona oya kuphendula! He-e-e, uza kubhenela kwesiphi ke ngoku isithunywa? 2 Ngenene izityhakala zizigwinta ngengcwangu yazo; lona ikhwele yimfeketho ephelela ekufeni. 3 Ndakha ndasibona…
UYobi: Ngokwam andinawo amancedo 1 Ke yena uYobi waphendula wathi: 2 “Akwaba iinkxwaleko zam beziveyishwe kakuhle, iinzingo zam zalinganiswa esikalini. 3 Ubunzima bazo bebuya kudlula nakobentlabathi yaselwandle; ewe, yiyo loo…
UYobi: Uyintoni na umntu? 1 “Ke bona ubomi bomntu yimbulaleko emhlabeni; imihla yakhe ngumzabalazo onjengobomi bomqeshwa. 2 Imihla yakhe injengeyekhoboka elisoloko lilangazelela ukuhlwa; injengeyomqeshwa olangazelela umvuzo wakhe. 3 Ewe, esam…
UBhildadi: UThixo akabugqwethi ubulungisa 1 Waphendula ke uBhildadi umfo waseShuwa, wathi: 2 “Mfondini, koda kube nini ushwaqa, usenza imbudede yamazwi afana nomoya obhudlayo? 3 Uthi uThixo angakujika okulungileyo? Uthi uSomandla…
UYobi: UThixo sisilumko esibalasele ngamandla 1 Ke uYobi waphendula wathi: 2 “Ewe, ndiyazi ukuba kunjalo; kambe ke umntu angaphumelela njani xa emi enkundleni noThixo? 3 Noba ungade uzimisele ukuxoxa, awungebi…
UYobi: Khawundiyeke ndiphumle 1 “Kwowu, ndidikiwe bobu bomi! Ngoko ke ndosuka ndithethe utyhatyhiwe, isikhalo sam ndisitsho ndibindekile! 2 Ewe, ndiya kuthetha naye ndithi: ‘Ngani ukuba undigwebe, Thixo? Hayi kaloku, ndazise…
UZofare: Yolulela izandla kuThixo 1 Ke uZofare waseNama waphendula wathi: 2 “Uthi kungathi cwaka, ingaphendulwa le nyambalala yamazwi akho? Ucinga ukuba ukulavuza okunje kungamthethelela umntu? 3 Uthi oku kubhobhoza kwakho…
UYobi: Ngubani ongàzaziyo ezi zinto? 1 Ke uYobi waphendula wathi: 2 “Inene, ningabona bantu; ibe ke nobulumko buya kufa nani! 3 Kambe ke nam ndinengqondo njengani; anindidluli nganto. Kakade ke…
1 “Hayi kaloku, zonke ezi zinto sendikhe ndazibona ngala wam amehlo; ewe, ndizivile ngezi zam iindlebe, ndaye ke ndiziqonda. 2 Zonke ezi zinto nizaziyo nam ndiyazazi; anindidlule nganto. 3 Kambe…
UYobi: Mifutshane imihla yomntu, izele ziinkathazo 1 “Hayi kambe umntu, intw’ ezelwe ngumfazi! Mifutshane imihla yakhe; izele ziinkathazo. 2 Uvela njengentyatyambo, akhawuleze abune; uthi tshe oku kwesithunzi, aphel’ emehlweni. 3…